Pasar al contenido principal

page search

xhosa
Language code (ISO 639-1)
xh
Language code (ISO 639-3)
xho

Iziza Zikamasipala

Manuals & Guidelines
Mayo, 2010
Sudáfrica

[XHOSA} Umhlaba wesisa kamasipala lusiphathela ithuba elilodwa lophuhliso lwamaphandle nohlaziyo kwezemihlaba nezolimo. Umthetho usixelela ukuba umhlaba wesisa kamasipala kufuneka ube negalelo kuhlaziyo kwezemihlaba apho uthi wenziwe ufumaneke ukuze usetyenziselwe ulimo ngabo babesakuya bengavumelekanga kwixa langaphambili ukuba

bafumane imihlaba yeziza zikamasipala. Abahlali basezidolophini abahluphekileyo nabanqwenela

ukuzibandakanya kwiinkuthalo zolimo kufuneka ngoko bacebe ukwenza amabango okufumana umhlaba wesisa kamasipala.


[ENG]